1 Kasamweli 18:27 XHO96

27 waphuma namadoda omkhosi wakhe, wabulala amakhulu amabini amaFilistiya. Waya nezo nyama zazisikwe kuwo, wazinika ukumkani zonke, ukuze abe ngumkhwenyana kakumkani. Waza ke uSawule wendisela uMikali intombi yakhe kuDavide.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 18

imbono 1 Kasamweli 18:27 kwimeko