1 Kasamweli 18:4 XHO96

4 Wakhulula umnweba awayewambethe uJonatan, wawunika uDavide, kunye nesinxibo sakhe sobujoni, nekrele lakhe, nesaphetha, nebhanti yakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 18

imbono 1 Kasamweli 18:4 kwimeko