1 Kasamweli 19:1 XHO96

1 Ke kaloku uSawule waxelela unyana wakhe uJonatan kunye namaphakathi akhe ukuba uDavide makabulawe. Phofu uJonatan wayevana kakhulu noDavide.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 19

imbono 1 Kasamweli 19:1 kwimeko