1 Kasamweli 22:11 XHO96

11 Emva koko ukumkani uSawule wathumela ukuba kuye kubizwa uAhimeleki unyana ka-Ahitubhi nezalamane zakhe ezazingababingeleli eNobhi. Bonke ke beza kukumkani.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 22

imbono 1 Kasamweli 22:11 kwimeko