1 Kasamweli 22:13 XHO96

13 Uqhube wathi uSawule: “Liyelenqe lani eli nindenzela lona wena nonyana kaJese? Umnikeleni ukutya, nekrele, wada wambuzela kuThixo, ukuze asuke andilalele njengokuba kunjalo ngoku?”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 22

imbono 1 Kasamweli 22:13 kwimeko