1 Kasamweli 22:5 XHO96

5 Emva koko kwafika *umshumayeli uGadi kuDavide, wathi: “Musa ukuhlala kule nqaba. Buyela kwaJuda.” Wemka ke apho uDavide, waya kuhlala kwihlathi laseHerete.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 22

imbono 1 Kasamweli 22:5 kwimeko