1 Kasamweli 23:17 XHO96

17 Wathi kuDavide uJonatan: “Musa ukoyika, Davide; ubawo uSawule akasoze abe nako ukusa isandla kuwe. Nguwe oza kuba ngukumkani kwaSirayeli; mna ndiza kuba sisandla sakho. Úyayazi naye loo nto ubawo uSawule.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 23

imbono 1 Kasamweli 23:17 kwimeko