1 Kasamweli 24:17 XHO96

17 Waqhuba wathi kuDavide: “Unyanisile, ndim lo wonileyo, kuba ubusoloko usenza ubuhle kum, kanti mna bendikuphatha kakubi!

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 24

imbono 1 Kasamweli 24:17 kwimeko