1 Kasamweli 24:19 XHO96

19 Yakha yabonwa phi into yokuba athi umntu, selelubambile utshaba lwakhe, abuye aluyeke angalwenzakalisi? Ubenga uNdikhoyo angakuthamsanqela ngale nto ilungileyo undenzele yona namhlanje.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 24

imbono 1 Kasamweli 24:19 kwimeko