1 Kasamweli 25:13 XHO96

13 UDavide wathi kumadoda akhe: “Xwayani nonke amakrele enu!” Bonke bawaxwaya, waza naye wenjenjalo. Wahamba namakhulu amane amadoda, kwasala amakhulu amabini elinde impahla.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 25

imbono 1 Kasamweli 25:13 kwimeko