1 Kasamweli 25:17 XHO96

17 Khawuyicinge nawe loo nto, ukhangele ukuba wena ungenza ntoni na. Isenokuba yingozi kumhlekazi le nto, nkqu nakumzi wakhe wonke. Ayizonkani kumhlekazi; akeva mntu!”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 25

imbono 1 Kasamweli 25:17 kwimeko