1 Kasamweli 25:28 XHO96

28 Uze nam sicakazana sakho undixolele. UNdikhoyo uya kukwenzela umzi ozinzileyo, kuba uyamlwela, yaye ububi abuyi kufunyanwa kuwe imihla yakho yonke.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 25

imbono 1 Kasamweli 25:28 kwimeko