1 Kasamweli 25:41 XHO96

41 Wathoba ubuso bakhe, wabujongisa emhlabeni uAbhigeli, wathi: “Ewe, mna ndisisicakazana sakhe; ndiyavuma ukumkhonza, ndihlambe nokuhlamba iinyawo zezicaka zakhe.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 25

imbono 1 Kasamweli 25:41 kwimeko