1 Kasamweli 26:23 XHO96

23 NguNdikhoyo ongumvuzi wabenza okulungileyo kwanâbo bathembekileyo. Wena ebekubeke esandleni sam namhlanje uNdikhoyo, kambe ke mna andikusanga sandla, kuba ungukumkani othanjiswe nguye.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 26

imbono 1 Kasamweli 26:23 kwimeko