1 Kasamweli 26:25 XHO96

25 USawule wathi kuDavide: “Wanga ungathamsanqeleka, nyana wam Davide. Uya kuya usomelela ngokomelela, ude ube ngotshatsheleyo.”Emva koko ke uDavide wahamba indlela yakhe, yena uSawule wagoduka.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 26

imbono 1 Kasamweli 26:25 kwimeko