1 Kasamweli 29:2 XHO96

2 Zaphuma iikumkani zamaFilisitiya, zihamba namabutho azo angamakhulu-khulu namawaka-waka. Yena uDavide namadoda akhe babelandela ngasemva, behamba kunye nokumkani uAkishe.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 29

imbono 1 Kasamweli 29:2 kwimeko