1 Kasamweli 29:8 XHO96

8 Wabuza wathi uDavide: “Ndenzeni, mhlekazi? Wena ubone sikhwasilima sini na kum oko ndafikayo apha? Ngani ndingavunyelwa nje ndihambe nawe, mhlekazi, ndiye kulwa neentshaba zenkosi yam?”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 29

imbono 1 Kasamweli 29:8 kwimeko