1 Kasamweli 3:15 XHO96

15 USamweli wangqengqa kwada kwasa. Uthe akuvuka, wavula iingcango zendlu yakwaNdikhoyo. Woyika ukubalisela uEli ngombono wakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 3

imbono 1 Kasamweli 3:15 kwimeko