1 Kasamweli 30:16 XHO96

16 Emva koko ke loo mfo wabasa ooDavide apho babemise kona abanqolobi.Babethe saa abanqolobi abo kuloo ndawo, kutyiwa, kuselwa, kubhiyozelwa amaxhoba angako awayethinjwe kwelamaFilistiya nakwaJuda.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 30

imbono 1 Kasamweli 30:16 kwimeko