1 Kasamweli 30:21 XHO96

21 Wesuka apho uDavide, wafika kulawa makhulu mabini amadoda awasala entlanjeni eBhesore ngenxa yokudinwa. Aphuthuma ukuhlangabeza uDavide namadoda akhe. Wawabulisa uDavide, wawabuza nempilo,

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 30

imbono 1 Kasamweli 30:21 kwimeko