1 Kasamweli 30:24 XHO96

24 Ayamkeleki le nto niyithethayo. Kaloku umntu osala nemithwalo ufumana isabelo esinye nalo uya edabini. Makunikwe inxaxheba kumntu wonke ngokulinganayo.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 30

imbono 1 Kasamweli 30:24 kwimeko