1 Kasamweli 30:26 XHO96

26 Wathi akufika eZikelage uDavide, wathatha isabelo kuloo maxhoba, wasithumela kumadoda amakhulu angoogxa bakhe kwaJuda, esithi: “Nantso inxaxheba esinabela yona kumaxhoba esiwathimbe kubachasi bakaNdikhoyo.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 30

imbono 1 Kasamweli 30:26 kwimeko