1 Kasamweli 4:1 XHO96

1 Ilizwi likaSamweli lafikelela kumaSirayeli onke.Aphuma amaSirayeli, ahlangabezana namaFilistiya ukuya kulwa nawo. AmaSirayeli amisa e-Ebhenezere; wona amaFilistiya amisa eAfeki.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 4

imbono 1 Kasamweli 4:1 kwimeko