1 Kasamweli 4:10 XHO96

10 Alwa ke amaFilistiya, awaswantsulisa amaSirayeli, aya kutshona ngezindlu zawo. Kwajub' ugodo kwelo dabi, kwawa amashumi amathathu amawaka amajoni akwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 4

imbono 1 Kasamweli 4:10 kwimeko