1 Kasamweli 7:13 XHO96

13 Kwaba njalo ke ukoyiswa kwamaFilistiya, ayeka ukuhlasela ummandla kaSirayeli. Ngalo lonke ixesha esaphila uSamweli isandla sikaNdikhoyo sasiwachasile amaFilistiya.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 7

imbono 1 Kasamweli 7:13 kwimeko