1 Kasamweli 9:16 XHO96

16 “Malunga neli xesha kanye ngomso ndiza kuthumela kuwe umfana ovela kwelakwaBhenjamin. Uze umthambise abe ngumlawuli wabantu bam amaSirayeli. Iza kuba nguye oya kubakhulula kumaFilistiya. Ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam, ndasiva nesikhalo sabo.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 9

imbono 1 Kasamweli 9:16 kwimeko