1 Kasamweli 9:19 XHO96

19 Uphendule ngelithi uSamweli: “Ndim loo mboni. Hambani apha phambi kwam, siye phaya kulaa ndawo kunqulelwa kuyo, nidle kunye nam namhlanje. Loo nto nize ngayo ndoyichaza ngomso, ndinikhulule ke, nihambe.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 9

imbono 1 Kasamweli 9:19 kwimeko