1 Kasamweli 9:21 XHO96

21 USawule uthe ukuphendula: “Mna ndingowakwaBhenjamin, esona sizwe sincinane kwaSirayeli, yaye nabesiduko sakowethu ngowona mzi uphantsi kweso sizwe. Kungani na ukuba uthethe nam ngolu hlobo?”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 9

imbono 1 Kasamweli 9:21 kwimeko