12 Iziphathamandla zixhonywe ngezandla zazo;akahlonelwa amadoda amakhulu.
13 Amadodana abila esoma ngamatye okusila;abafana basindeka phantsi kweenyanda zeenkuni.
14 Amadoda amakhulu akasekho emasangweni esixeko;abafana bayiyekile ingoma.
15 Iintliziyo zethu azinamihlali;sizilile endaweni yokuxhentsa.
16 Isithsaba siwile ezintlokweni zethu.Athi ke thina, sonile!
17 Ngenxa yoko zitsho zatyhafa iintliziyo zethu;ngenxa yezo zinto abona mfiliba amehlo ethu.
18 Kaloku intaba yeZiyon yinkangala;seyisisikhundla seempungutye.