Ujona 1:3 XHO96

3 Kambe ke yena uJona wambaleka uNdikhoyo, wasabela eTashishe. Wehla waya eJopa, apho wafumana inqanawa eya eTashishe. Akuba ke eyihlawule imali yendlela, wakhwela wasinga eTashishe, ebaleka uNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Ujona 1

imbono Ujona 1:3 kwimeko