Ujona 1:7 XHO96

7 Ke bathi omnye komnye: “Yizani senze *amaqashiso ukuze sibhaqe lo mntu ungunobangela wale ntlekele.” Benjenjalo ke, laza iqashiso laphuma noJona.

funda isahluko epheleleyo Ujona 1

imbono Ujona 1:7 kwimeko