Ujona 3:4 XHO96

4 Ke kaloku uJona waluqala uhambo lwakhe kweso sixeko. Akuba ehambe imini yonke wadanduluka wathi: “Yoba ziintsuku ezimashumi mane kuphela, itshatyalaliswe iNiniva.”

funda isahluko epheleleyo Ujona 3

imbono Ujona 3:4 kwimeko