Ujona 4:5 XHO96

5 Ke kaloku uJona waphuma waya empuma yeso sixeko, waza ke wahlala phantsi. Wazakhela iphempe, waza wahlala emthunzini walo ukuze ayibukele kakuhle loo nto yayiza kwehla apho eNiniva.

funda isahluko epheleleyo Ujona 4

imbono Ujona 4:5 kwimeko