Uzefaniya 1:1 XHO96

1 Nali ilizwi *likaNdikhoyo elafika kuZefaniya unyana kaKushi, unyana kaGedaliya, unyana ka-Amariya, unyana kaHezekiya. Ngoko ke kwakungethuba lolawulo lukaJosiya unyana ka-Amon owayengukumkani kwaJuda.

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 1

imbono Uzefaniya 1:1 kwimeko