Uzefaniya 2:14 XHO96

14 Iya kubutha phakathi kwayo imihlambi;ewe, yoba likhaya lazo zonke iindidi zezilwanyana.Soba lapho isikhova nesihulu-hulu,side silale kuloo miwewe,zikhwazane kwezo festile,ibe emnyango iyinkunkuma yodwa,imiqadi yomsedare isele izé.

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 2

imbono Uzefaniya 2:14 kwimeko