Uzefaniya 3:19 XHO96

19 Uyabona, ngelo xesha ndiya kuphathana nabo abo bakucinezeleyo.Ndiya kusihlangula isiqhwala,ndibaqokelele abo basarhazekileyo.Ndiya kubanika udumo nokuhlonelwakuloo mazwe onke ababehlaziswa kuwo.

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 3

imbono Uzefaniya 3:19 kwimeko