Uzefaniya 3:5 XHO96

5 Ke uNdikhoyo uphakathi kwaso,yena olilungisa elingenzi bugwenxa.Uphak' ubulungisa ntsasa zonke;akukho nanye imini asilela ngayo.Ke bona abagwenxa abazi nehlazo eli.

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 3

imbono Uzefaniya 3:5 kwimeko