Uzefaniya 3:7 XHO96

7 Bendisithi iJerusalem iya kundoyika,ikwamkele ukululekwa,nendawo yokuhlala kwayo inganqanyulwa,nditsho konke endayibonelela ngako.Kambe ke basuka baxhinela phambilibesenza loo mikhuba yabo mibi.

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 3

imbono Uzefaniya 3:7 kwimeko