2 Kwabasetesalonika 1:11 XHO96

11 Yiyo ke le nto ndihlala ndinithandazela. Ndisoloko ndimcela uThixo ukuba anifanelise ubizo lwenu. Wanga anganipha amandla okunqwenela ukwenza okulungileyo, anigqibezelele umsebenzi eniwenze niqhutywa lukholo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasetesalonika 1

imbono 2 Kwabasetesalonika 1:11 kwimeko