2 Kwabasetesalonika 2:10 XHO96

10 kubekho zonke iintlobo zolahlekiso ezinokwenziwa bububi kwabo baya kwantshabalalo. Ewe, baya kutshabalala, kuba kaloku bona abalwamkelanga uthando lukaKrestu nenyaniso yakhe, ukuze basindiswe.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasetesalonika 2

imbono 2 Kwabasetesalonika 2:10 kwimeko