14 UThixo wanibiza ngeendaba ezimnandi esazishumayelayo kuni; wanibiza ukuze nifumane isabelo kubuqaqawuli beNkosi yethu uYesu Krestu.
funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasetesalonika 2
imbono 2 Kwabasetesalonika 2:14 kwimeko