2 Kwabasetesalonika 2:2 XHO96

2 musani ukuthatheka msinya, okanye nidideke lula ngamarhe athi iMini yeNkosi isemnyango; noba kukho mntu uthi uyixelelwe ezulwini loo nto, okanye uyixelelwe ngomnye umntu, kanti noba ningade nifumane ileta engathi ivela kum isitsho, lumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasetesalonika 2

imbono 2 Kwabasetesalonika 2:2 kwimeko