2 Kwabasetesalonika 2:4 XHO96

4 Ulolona tshaba kaloku. Yena uya kuziphakamisa achase nantoni na ekuthiwa nguthixo, achase nantoni na enqulwa ngabantu, ade athathe isihlalo endlwini kaThixo, ezigwagwisa ngokuthi unguThixo ngenkqu.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasetesalonika 2

imbono 2 Kwabasetesalonika 2:4 kwimeko