Kutito 1:1 XHO96

1 Kubhala mna Pawulos osisicaka sikaThixo *nomthunywa kaYesu Krestu. Ndamiselwa ukholo lwabantu bakaThixo abanyuliweyo, nokwaziwa kwenyaniso njengoko injalo kunqulo lwethu,

funda isahluko epheleleyo Kutito 1

imbono Kutito 1:1 kwimeko