Kutito 1:5 XHO96

5 Ndakushiya apho eKrete ngenjongo yokuba umise izinto ngendlela efanelekileyo, ngakumbi ke ukuba umisele amadoda amakhulu kuzo zonke iidolophu ngokomyalelo wam kuwe. Yiyo le loo miyalelo:

funda isahluko epheleleyo Kutito 1

imbono Kutito 1:5 kwimeko