Kutito 3:3 XHO96

3 Kaloku khumbula ukuba nathi bekhe sazizidenge, sineenkani, silahlekile. Sasibotshwe yiminqweno neziyolo zeendidi zonke. Sasihlala intlalo yasebubini, silawulwa ngumona. Sasicatshukelwa, nathi sibacaphukela abantu.

funda isahluko epheleleyo Kutito 3

imbono Kutito 3:3 kwimeko