Kwabasefilipi 1:7 XHO96

7 Nina kum nihlala nisenyongweni; yiyo ke le nto ndinyanzelekile ukuba ndinithathe ngolu hlobo. Kaloku nani niyixhamle inyhweba endiyinikwe nguThixo, ngoku kanye ndisentolongweni, naxa iindaba ezingoKrestu ndizilwelayo ndizimela kananjalo.

funda isahluko epheleleyo Kwabasefilipi 1

imbono Kwabasefilipi 1:7 kwimeko