Kwabasekolose 1:28 XHO96

28 Ngoko ke sishumayela uKrestu eluntwini. Silumkisa sifundise wonke ubani ngamava esinawo, khon' ukuze sibanikele kuThixo bonke ngabanye befezekile ngokumanywa noKrestu.

funda isahluko epheleleyo Kwabasekolose 1

imbono Kwabasekolose 1:28 kwimeko