Kwabasekolose 2:12 XHO96

12 Kaloku ekubhaptizweni kwenu nangcwatywa kunye naye, kwangokunjalo navuswa kunye naye ngokuzinikela kumandla kaThixo asebenzayo, yena wamvusayo uKrestu ekufeni.

funda isahluko epheleleyo Kwabasekolose 2

imbono Kwabasekolose 2:12 kwimeko