43 Ngabo aba ookumkani ababelawula ezweni lakwaEdom, kungekabikho kumkani ubelawula oonyana bakaSirayeli; nguBhela unyana kaBhehore; igama lomzi wakhe liyiDinabha.
funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 1
imbono 1 Izikronike 1:43 kwimeko